2 Kwabasekorinte 9:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Kuba okunene ngako ukulungiselela abangcwele, akufuneki kona ukuba ndinibhalele.

2. Kuba ndiyakwazi ukuthumekelela kwenu, endiqhayisa ngako ngani kwabelaseMakedoni, ndisithi elaseAkaya beliselilunge kwanyakenye; nokuzondelela kwenu kwaxhokonxa abona baninzi.

2 Kwabasekorinte 9