2 Kwabasekorinte 2:11-13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

11. ukuze singabonelelwa nguye uSathana; kuba amaqhinga akhe siyawazi.

12. Ke kaloku, ndathi ndakufika eTrowa ngenxa yeendaba ezilungileyo zikaKristu, ndakuba ndiwuvulelwe nomnyango eNkosini,

13. andibanga nakonwaba emoyeni wam, ngokungamfumani uTito, umzalwana wam; ndesuka ndababulisa, ndanduluka ndaya kwelaseMakedoni.

2 Kwabasekorinte 2