2 Kwabasekorinte 11:32-33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

32. EDamasko umphathi-luhlanga ka-Areta, ukumkani, wayewulinda umzi waseDamasko, efuna ukundibamba;

33. ndaza ngekroba ndathotywa ngomnyazi eludongeni, ndasinda ezandleni zakhe.

2 Kwabasekorinte 11