2 Kutimoti 2:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Wena ngoko, mntwana wam, yomelela elubabalweni olukuKristu Yesu;

2. uthi nezinto owazivayo kum ngamangqina amaninzi, ezo uzibeke phambi kwabantu abathembekileyo, bona baya kukulingana ukufundisa nabanye.

2 Kutimoti 2