2 Kutimoti 1:14-17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

14. Loo nto intle uyiphathisiweyo, yigcine ngoMoya oyiNgcwele ohleliyo ngaphakathi kwethu.

15. Oku uyakwazi, ukuba bandinikele umva bonke abaseAsiya; abanoFigelo noHermogene.

16. Yanga iNkosi ingayenzela inceba indlu kaOnesiforo; ngokuba kwaba futhi endiphumza, akaba nazintloni nguwo umxokelelwane wam.

17. Wathi akuba eseRoma, wandifuna ngokukhuthala okukhulu, wandifumana.

2 Kutimoti 1