2 Izikronike 14:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75) UAbhiya walala kooyise; bamngcwabela emzini kaDavide; ke uAsa unyana wakhe waba ngukumkani esikhundleni sakhe