2 Izikronike 11:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Weza uRehabheham eYerusalem, wabizela ndawonye indlu yakwaYuda neyakwaBhenjamin, ikhulu elinamanci asibhozo amawaka amadodana okulwa imfazwe, ukuba aye kulwa namaSirayeli, bubuyiselwe ubukumkani kuRehabheham.

2. Lafika ilizwi likaYehova kuShemaya, umfo wakwaThixo, lisithi,

3. Yitsho kuRehabheham unyana kaSolomon, ukumkani wakwaYuda, nakumaSirayeli onke, kwaYuda nakwaBhenjamin, ukuthi,

2 Izikronike 11