1 Usamuweli 6:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

AbaLevi bayithula ityeya kaYehova, netyeya ebinayo inempahla yegolide, bazibeka elityeni elo likhulu. Amadoda aseBhete-shemeshe ke anyusa amadini anyukayo, abingelela imibingelelo ngaloo mini kuYehova.

1 Usamuweli 6

1 Usamuweli 6:13-17