1 Usamuweli 30:27-30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

27. kwawaseBheteli, nakwawaseRamoti esezantsi, nakwawaseYatire,

28. nakwawaseArohere, nakwawaseSifimoti, nakwawase-Eshtemowa,

29. nakwawaseRakali, nakwawasemizini yamaYerameli, nakwawasemizini yamaKeni,

30. nakwawaseHorma, nakwawaseKorashan, nakwawaseAtaki,

1 Usamuweli 30