1 Usamuweli 3:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabalekela kuEli, wathi, Ndilapha; ngokuba undibizile. Wathi yena, Andikubizanga; buya uye kulala. Waya walala.

1 Usamuweli 3

1 Usamuweli 3:1-9