1 Usamuweli 21:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uDavide kuAhimeleki, Akukho ntshuntshe nakrele na apha phantsi kwesandla sakho? Kuba ikrele lam kwaneentonga zam andiziphathanga; ngokuba umcimbi kakumkani ungxamisekile.

1 Usamuweli 21

1 Usamuweli 21:2-15