1 Usamuweli 13:22-23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

22. Kwathi ke ngomhla wokulwa, akwafunyanwa krele nantshuntshe esandleni sabantu bonke ababenoSawule noYonatan; ke kuSawule noYonatan unyana wakhe bezikho.

23. Kwaphuma amaFilisti ekampini, aya engxingweni yaseMikmas.

1 Usamuweli 13