1 Usamuweli 12:24-25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

24. Kodwa moyikeni uYehova, nimkhonze ngenyaniso, ngentliziyo yenu yonke; ngokuba kuboneni okukhulu anenzele khona.

25. Ke ukuba niphikele ukwenza, nithe nenza okubi, nocinywa, nina kwanokumkani wenu.

1 Usamuweli 12