1 Ookumkani 20:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, akuliva elo zwi uBhen-hadade, akubon' ukuba uyasela, yena nokumkani abo eminqubeni, wathi kubakhonzi bakhe, Yakhani uluhlu. Balwakha ke uluhlu kuloo mzi.

1 Ookumkani 20

1 Ookumkani 20:6-20