1 Ookumkani 2:39 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi ekupheleni kweminyaka emithathu, kwazímela izicaka ezibini zikaShimehi, zaya kuAkishe unyana kaMahaka, ukumkani waseGati. Waxelelwa uShimehi, kwathiwa, Yabona, izicaka zakho ziseGati.

1 Ookumkani 2

1 Ookumkani 2:31-41