1 Ookumkani 18:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Kwathi kwakuba mzuzu, lafika ilizwi likaYehova kuEliya ngomnyaka wesithathu, lathi, Hamba uye kubonana noAhabhi, ndinìse imvula phezu komhlaba.

2. Wahamba waya kubonana uEliya noAhabhi. Indlala ke yayinzima kwaSamari.

3. UAhabhi wayebize uObhadiya, obephethe indlu yakhe (uObhadiya ke wayemoyika uYehova kunene:

1 Ookumkani 18