1 Ookumkani 16:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wangena ke uZimri, wamxabela, wambulala, ngomnyaka wamashumi amabini anesixhenxe ka-Asa ukumkani wakwaYuda; waba ngukumkani esikhundleni sakhe.

1 Ookumkani 16

1 Ookumkani 16:1-20