1 Ookumkani 14:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ngelo xesha wahliwa sisifo uAbhiya, unyana kaYarobheham.

2. Wathi uYarobheham kumkakhe, Khawusuke uzenze mntu wumbi, bangàkwazi ukuba ungumka Yarobheham; uhambe uye eShilo; nanko apho uAhiya umprofeti, owandixelelayo ukuba ndiya kuba ngukumkani waba bantu;

1 Ookumkani 14