1 Ookumkani 10:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke ukumkani uSolomon wamnika ukumkanikazi waseShebha konke akunanzileyo, awakucelayo; kukodwa khona awamnikayo ngokwamandla okuba engukumkani uSolomon. Wajika ke, waya ezweni lakhe, yena nabakhonzi bakhe.

1 Ookumkani 10

1 Ookumkani 10:4-21