11. Aze ngokwazi kwakho oko atshabalale umzalwana oswele amandla, awathi uKristu wamfela.
12. Nisenjenjalonje ke ukona kubo abazalwana, nÃsidubule nje isazela sabo esiswele amandla, nona kuKristu.
13. Ngenxa yoko ndithi, Ukuba ukudla kuyamkhubekisa umzalwana wam, andisayi kudla nyama naphakade, ukuze ndingamkhubekisi umzalwana wam.