1 Kwabasekorinte 14:38-40 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

38. Ke ukuba umntu akazi, makangazi.

39. Ngoko ke, bazalwana, kuzondeleleni ukuprofeta, ningakwaleli ukuthetha ngalwimi zimbi.

40. Zonke izinto mazenziwe ngokubekekileyo, nangolungelelwano.

1 Kwabasekorinte 14