1 Kwabasekorinte 11:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Yibani ngabaxelisa mna, njengokuba nam ndixelisa uKristu.

2. Ke kaloku ndiyanidumisa, bazalwana, kuba nindikhumbula ngeendawo zonke, nizibambile izithethe, njengoko ndaninikelayo.

3. Kodwa ke ndithanda ukuba nazi, ukuba intloko yomntu wonke oyindoda nguKristu, intloko ke yomfazi yindoda, intloko ke kaKristu nguThixo.

1 Kwabasekorinte 11