1 Kwabasekorinte 10:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ke andithandi ukuba ningâzi, bazalwana, ukuba oobawo babephantsi kwalo ilifu bonke; balucanda ulwandle bonke;

2. babhaptizelwa bonke kuye uMoses efini elo naselwandle;

3. badla bonke oko kudla kunye kukokomoya;

1 Kwabasekorinte 10