1 Kwabasekorinte 1:29-31 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

29. ukuze kungaqhayisi namnye umntu emehlweni akhe.

30. Ke niphuma kuye, nina bakuKristu Yesu, owathi ngenxa yethu waba bubulumko obuvela kuThixo, nobulungisa kwanobungcwalisa nentlawulelo;

31. ukuze, njengoko kubhaliweyo, Oqhayisayo aqhayise ngeNkosi.

1 Kwabasekorinte 1