1 Kutimoti 5:24-25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

24. Izono zabanye abantu zisekuhleni kanye, ziyandulela ukuya emgwebeni; abanye ke ziyabalandela nokubalandela.

25. Kwangokunjalo nemisebenzi emihle isekuhleni kanye, naleyo ingenjalo ayinako ukufihlakala.

1 Kutimoti 5