1 Kutimoti 4:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ke kaloku uMoya uthi ngokucacileyo inxenye iya kumka elukholweni, ngamaxesha asemva, inyamekele oomoya abalahlekisayo, neemfundiso zeedemon;

2. imka nohanahaniso lwabathetha ubuxoki, betshiswe isazela sabo ngentsimbi;

1 Kutimoti 4