1 Izikronike 6:8-12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

8. uTsadoki wazala uAhimahatse;

9. uAhimahatse wazala uAzariya; uAzariya wazala uYohanan;

10. uYohanan wazala uAzariya, (yena ke ebengumbingeleli endlwini awayakháyo uSolomon eYerusalem);

11. uAzariya wazala uAmariya; uAmariya wazala uAhitubhi; uAhitubhi wazala uTsadoki;

12. uTsadoki wazala uShalum; uShalum wazala uHilekiya;

1 Izikronike 6