1 Izikronike 6:50-52 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

50. Ngabo aba oonyana baka-Aron: nguElazare unyana wakhe, nguPinehasi unyana wakhe, nguAbhishuwa unyana wakhe, nguBhuki unyana wakhe,

51. ngu-Uzi unyana wakhe, nguZeraya unyana wakhe,

52. nguMerayoti unyana wakhe, nguAmariya unyana wakhe, nguAhitubhi unyana wakhe,

1 Izikronike 6