1 Izikronike 6:5-9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

5. uAbhishuwa wazala uBhuki;

6. uBhuki wazala u-Uzi; u-Uzi wazala uZeraya; uZeraya wazala uMerayoti; uMerayoti wazala uAmariya;

7. uAmariya wazala uAhitobhi; uAhitobhi wazala uTsadoki;

8. uTsadoki wazala uAhimahatse;

9. uAhimahatse wazala uAzariya; uAzariya wazala uYohanan;

1 Izikronike 6