1 Izikronike 4:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Oonyana bakaYuda nguPeretse, noHetseron, noKarmi, noHuri, noShobhali.

2. URehaya, unyana kaShobhali, wazala uYahati; uYahati wazala uAhumayi noLahadi. Yiyo le imizalwane yabaseTsora.

3. Yiyo le eyazala amaEtam: nguYezereli, noIshma, noIdebhashe; igama lodade wabo belinguHatseleleponi;

1 Izikronike 4