1 Izikronike 2:36-41 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

36. UAtayi wazala uNatan; uNatan wazala uZabhadi.

37. UZabhadi wazala uEfelali; uEfelali wazala uObhede;

38. uObhede wazala uYehu; uYehu wazala uAzariya;

39. uAzariya wazala uHeletse; uHeletse wazala uElasa;

40. uElasa wazala uSisamayi;

41. uSisamayi wazala uShalum; uShalum wazala uYekamiya; uYekamiya wazala uElishama.

1 Izikronike 2