Uzefaniya 3:7 Ibhayibhile (XHO96)

Bendisithi iJerusalem iya kundoyika,ikwamkele ukululekwa,nendawo yokuhlala kwayo inganqanyulwa,nditsho konke endayibonelela ngako.Kambe ke basuka baxhinela phambilibesenza loo mikhuba yabo mibi.

Uzefaniya 3

Uzefaniya 3:5-12