Uzefaniya 3:5 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uNdikhoyo uphakathi kwaso,yena olilungisa elingenzi bugwenxa.Uphak' ubulungisa ntsasa zonke;akukho nanye imini asilela ngayo.Ke bona abagwenxa abazi nehlazo eli.

Uzefaniya 3

Uzefaniya 3:1-8