Uzefaniya 3:19 Ibhayibhile (XHO96)

Uyabona, ngelo xesha ndiya kuphathana nabo abo bakucinezeleyo.Ndiya kusihlangula isiqhwala,ndibaqokelele abo basarhazekileyo.Ndiya kubanika udumo nokuhlonelwakuloo mazwe onke ababehlaziswa kuwo.

Uzefaniya 3

Uzefaniya 3:12-20