Uzefaniya 3:13 Ibhayibhile (XHO96)

“Amasalela kaSirayeli soze anxaxhe.Akasayi kuthetha buxoki,kungàfunyanwa nankohliso emilonyeni yabo.Aya kutya angqengqe,kungabikho bani unokuwoyikisa.”

Uzefaniya 3

Uzefaniya 3:5-17