Uzefaniya 2:8 Ibhayibhile (XHO96)

“Ndizivile izithuko zikaMowabhi,ngokunjalo nezingcikivo zoonyana baka-Amon.Ewe, babathukile abantu bam,bangenelela emideni yabo.

Uzefaniya 2

Uzefaniya 2:1-14