Uzefaniya 1:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ewe, yithini cwaka phambi kweNkosi uNdikhoyo;kaloku imini kaNdikhoyo isemnyango.Yena ulilungisile idini,ubangcwalisile abo abamemileyo.

Uzefaniya 1

Uzefaniya 1:6-10