Uzefaniya 1:3 Ibhayibhile (XHO96)

“Ndotshayela nje umntu nesilwanyana.Ewe, ndozitshabalalisa iintaka esibhakabhakeni,ndenjenjalo nasezintlanzini zolwandle.Ndobasusa abakhohlakeleyo bezizikhubekiso,ndimnqamle kuphele umntu ehlabathini.”Nguwo lowo umlomo kaNdikhoyo.

Uzefaniya 1

Uzefaniya 1:1-9