Uzefaniya 1:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ubutyebi babo buya kuxhatshazwa,izindlu zabo zona zibhodlozwe.Boba ngazakha ke izindlu,kodwa bangaze bahlale kuzo.Ewe, bozilima izidiliya,kodwa bangaze basele wayini yazo.”

Uzefaniya 1

Uzefaniya 1:7-15