Uzakariya 9:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiya kuyihlutha inyama enegazi emilonyeni yabo,ndiyikhuphe phakathi kwamazinyo abo inyama engumnikelo kwizithixo.Amasalela abo oba ngakaThixo wethu,abe ngathi yenye yezindlu zikaJuda,iEkron yona ifane namaJebhusi.

Uzakariya 9

Uzakariya 9:6-14