Uzakariya 9:16 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaloo mini ke uNdikhoyo uThixo wabo wobasindisa.Kaloku bona baba ngabantu abangumhlambi wakhe.Bobengezela elizweni lakheoku kwamatye exabiso ahombisa isithsaba.

Uzakariya 9

Uzakariya 9:10-17