Uzakariya 8:3 Ibhayibhile (XHO96)

Utsho uNdikhoyo ukuthi: “Ndiza kubuyela eZiyon, ndime eJerusalem. IJerusalem kothiwa sisixeko senyaniso, ke yona intaba kaNdikhoyo onamandla onke kothiwa yintaba engcwele.”

Uzakariya 8

Uzakariya 8:1-5