Uzakariya 8:12 Ibhayibhile (XHO96)

“Imbewu iya kukhula kakuhle, izidiliya zivelise iziqhamo, umhlaba unike isivuno, izulu lihlise umbethe. Zonke ke ezi zinto ndiya kuzinika zibe lilifa kumasalela aba bantu.

Uzakariya 8

Uzakariya 8:7-16