Uzakariya 8:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaphambi kwelo xesha bekungekho mali yakuqesha mntu okanye silwanyana. Wonke umntu ohambayo ebesemngciphekweni weentshaba. Kaloku ndabenza abantu bonke elowo achasane nommelwane wakhe.

Uzakariya 8

Uzakariya 8:5-15