Uzakariya 7:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku ilizwi *likaNdikhoyo lafikela uZakariya ngomhla wesine kwinyanga yethoba uKislevu, kunyaka wesine wolawulo lukakumkani uDariyo.

Uzakariya 7

Uzakariya 7:1-11