Uzakariya 6:7 Ibhayibhile (XHO96)

La amvubo wona ayengasaziva selengxamele ukutyhutyha ihlabathi lonke. Isithunywa ke sathi kuwo: “Hambani nilityhutyhe ihlabathi lonke.” Aza ke alihamba lonke ihlabathi.

Uzakariya 6

Uzakariya 6:1-15