Uzakariya 6:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ewe, nguye oya kuyakha indlu kaNdikhoyo, aze avathiswe ngobuhandiba, ahlale esihlalweni, alawule, abe ngumbingeleli apho esihlalweni sakhe. Ke kobakho imvisiswano phakathi kwesi sibini.’

Uzakariya 6

Uzakariya 6:10-15