Uzakariya 6:10 Ibhayibhile (XHO96)

“Thatha ezaa zipho zivela kubathinjwa ababuye eBhabheli, uHeledayi, uTobhiya, noYedaya, uye nazo kwangaloo mini kwindlu kaYosiya unyana kaZefaniya.

Uzakariya 6

Uzakariya 6:4-15