Uzakariya 5:2 Ibhayibhile (XHO96)

Isithunywa sandibuza sathi: “Ubona ntoni?”Ke mna ndithe: “Ndibona umqulu ophaphazelayo. Umalunga neemitha ezilithoba ubude, neemitha ezine ezinesiqingatha ububanzi.”

Uzakariya 5

Uzakariya 5:1-11