Uzakariya 4:9 Ibhayibhile (XHO96)

“Izandla zikaZerubhabheli zisibekile isiseko sendlu kaThixo; ikwazizandla zakhe eziya kuyiphetha. Nawe uya kutsho uqonde ukuba uNdikhoyo onamandla onke nguye ondithumileyo kuwe.

Uzakariya 4

Uzakariya 4:1-14